Yohane 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nivile ukuba ndithe kuni, Ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda, beniya kuba nemihlali kukuba ndisimka ndisiya kuBawo, kuba uBawo mkhulu+ kunam. Yohane 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nani, ke ngoko, ngoku, eneneni, ninentlungu; kodwa ndiya kunibona kwakhona yaye iintliziyo zenu ziya kuba nemihlali,+ novuyo lwenu akukho bani uya kuluthabatha kuni. IZenzo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye njengoko babondele esibhakabhakeni ngoxa wayesimka,+ khangela! amadoda amabini enezambatho ezimhlophe+ ema ecaleni kwabo, IZenzo 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bandula ke babuyela+ eYerusalem bevela entabeni ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma, ekufuphi neYerusalem, kumgama ongangohambo lomhla wesabatha.+
28 Nivile ukuba ndithe kuni, Ndiyemka, kodwa ndiya kuphinda ndibuyele kuni. Ukuba benindithanda, beniya kuba nemihlali kukuba ndisimka ndisiya kuBawo, kuba uBawo mkhulu+ kunam.
22 Nani, ke ngoko, ngoku, eneneni, ninentlungu; kodwa ndiya kunibona kwakhona yaye iintliziyo zenu ziya kuba nemihlali,+ novuyo lwenu akukho bani uya kuluthabatha kuni.
10 Kwaye njengoko babondele esibhakabhakeni ngoxa wayesimka,+ khangela! amadoda amabini enezambatho ezimhlophe+ ema ecaleni kwabo,
12 Bandula ke babuyela+ eYerusalem bevela entabeni ebizwa ngokuba yiNtaba yemiNquma, ekufuphi neYerusalem, kumgama ongangohambo lomhla wesabatha.+