Luka 1:80 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 80 Umntwana oselula waqhubeka ekhula+ kwaye esomelela emoyeni, yaye waqhubeka esezinkqantosini kwada kwayimini yokuzibonakalisa kwakhe ekuhleni kuSirayeli. Luka 2:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye uYesu waqhubeka esenza inkqubela ebulumkweni+ nasekukhuleni ngomzimba nasekukholekeni kuThixo nasebantwini.+
80 Umntwana oselula waqhubeka ekhula+ kwaye esomelela emoyeni, yaye waqhubeka esezinkqantosini kwada kwayimini yokuzibonakalisa kwakhe ekuhleni kuSirayeli.
52 Yaye uYesu waqhubeka esenza inkqubela ebulumkweni+ nasekukhuleni ngomzimba nasekukholekeni kuThixo nasebantwini.+