IZenzo 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 umntu ozinikeleyo+ nowoyika+ uThixo ndawonye nayo yonke indlu yakhe, enikela izipho ezininzi zenceba ebantwini,+ kwaye eqhubeka ekhunga kuThixo.+ 2 Korinte 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kodwa ukuze ngokulinganisa intsalela yenu ngoku ilingane ukuswela kwabo, ize intsalela yabo ilingane ukuswela kwenu, ukuze kubekho ukulingana.+ 1 Timoti 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 mabenze okulungileyo,+ batyebe emisebenzini emihle,+ bangagogotyi lutho, balungele ukwabelana,+ Yakobi 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ukuba umzalwana okanye udade uyadlakazela, eswele ukutya okulingene imini,+ 1 Yohane 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+
2 umntu ozinikeleyo+ nowoyika+ uThixo ndawonye nayo yonke indlu yakhe, enikela izipho ezininzi zenceba ebantwini,+ kwaye eqhubeka ekhunga kuThixo.+
14 kodwa ukuze ngokulinganisa intsalela yenu ngoku ilingane ukuswela kwabo, ize intsalela yabo ilingane ukuswela kwenu, ukuze kubekho ukulingana.+
17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+