Mika 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa ke zona, azizazi iingcamango zikaYehova, aziliqondi icebo lakhe;+ ngenxa yokuba ngokuqinisekileyo uya kuziqokelela ndawonye njengezithungu ezisandul’ ukusikwa esandeni.+
12 Kodwa ke zona, azizazi iingcamango zikaYehova, aziliqondi icebo lakhe;+ ngenxa yokuba ngokuqinisekileyo uya kuziqokelela ndawonye njengezithungu ezisandul’ ukusikwa esandeni.+