Mateyu 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 uYakobi wazala uYosefu indoda kaMariya, awathi uYesu obizwa ngokuba nguKristu,+ wazalwa nguye.+ Luka 1:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “Umoya oyingcwele+ uya kukufikela, namandla Oyena Uphakamileyo aya kukusibekela. Ngenxa yeso sizathu kwanoko kuzalwayo kuya kubizwa ngokuba kungcwele,+ uNyana kaThixo.+ Luka 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+ Yohane 6:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 aza athi:+ “Lo asinguye na uYesu unyana kaYosefu,+ oyise nonina esibaziyo? Kwenzeka njani ke ngoku ukuba athi, ‘Ndihle ndivela ezulwini’?”
35 Ekuphenduleni ingelosi yathi kuye: “Umoya oyingcwele+ uya kukufikela, namandla Oyena Uphakamileyo aya kukusibekela. Ngenxa yeso sizathu kwanoko kuzalwayo kuya kubizwa ngokuba kungcwele,+ uNyana kaThixo.+
22 Bonke banikela ubungqina obuhle ngaye, bamangaliswa ngamazwi amnandi+ awayephuma emlonyeni wakhe, yaye babesithi: “Lo ngunyana kaYosefu, akunjalo?”+
42 aza athi:+ “Lo asinguye na uYesu unyana kaYosefu,+ oyise nonina esibaziyo? Kwenzeka njani ke ngoku ukuba athi, ‘Ndihle ndivela ezulwini’?”