1 Kronike 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uRam, wazala uAminadabhi.+ UAminadabhi wazala uNashon+ isikhulu soonyana bakaYuda.