Mateyu 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wachukumisa isandla sakhe,+ waphela umkhuhlane, waza wasukuma, wamlungiselela.+ Marko 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Waya kuye wambamba ngesandla, wamphakamisa; waphela umkhuhlane,+ waza wabalungiselela.+