Mateyu 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.” Marko 1:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 wathi kuye: “Uze uqiniseke ukuba akuxeli nto nakubani na, kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli+ uze unikele ngenxa yokuhlanjululwa kwakho izinto uMoses awazalathisayo,+ ukuze kube bubungqina kubo.”+
4 Wandula ke uYesu wathi kuye: “Qiniseka ukuba akuxeleli nabani na,+ kodwa hamba, uye kuzibonakalisa kumbingeleli,+ uze unikele isipho+ uMoses awasimiselayo, ngenjongo yokuba kube bubungqina kubo.”
44 wathi kuye: “Uze uqiniseke ukuba akuxeli nto nakubani na, kodwa hamba uye kuzibonakalisa kumbingeleli+ uze unikele ngenxa yokuhlanjululwa kwakho izinto uMoses awazalathisayo,+ ukuze kube bubungqina kubo.”+