Marko 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke wayila iqela labalishumi elinesibini, awakwalithiya ngokuthi “abapostile,” ukuze baqhubeke kunye naye nokuze abathume baye kushumayela+ Yohane 6:70 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+
14 Wandula ke wayila iqela labalishumi elinesibini, awakwalithiya ngokuthi “abapostile,” ukuze baqhubeke kunye naye nokuze abathume baye kushumayela+
70 UYesu wabaphendula wathi: “Ndaninyula nina balishumi elinesibini,+ akunjalo? Kanti omnye wenu ungumnyelisi.”+