Mateyu 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaba ngale ndlela. Ngoxa unina uMariya wayethembisene+ ngomtshato noYosefu, wafunyanwa emithi ngomoya oyingcwele+ ngaphambi kokuba bamanyane
18 Kodwa ukuzalwa kukaYesu Kristu kwaba ngale ndlela. Ngoxa unina uMariya wayethembisene+ ngomtshato noYosefu, wafunyanwa emithi ngomoya oyingcwele+ ngaphambi kokuba bamanyane