Mateyu 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+ Marko 4:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngokubhekele phaya wathi kubo: “Nikelani ingqalelo koko nikuvayo.+ Umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani,+ ewe, kuya kongezwa okungakumbi kuni.+
2 kuba ngogwebo enigweba ngalo, niya kugwetywa kwangalo nani;+ nomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.+
24 Ngokubhekele phaya wathi kubo: “Nikelani ingqalelo koko nikuvayo.+ Umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani,+ ewe, kuya kongezwa okungakumbi kuni.+