Mateyu 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Ngoko ke wonk’ ubani owevayo la mazwi am aze awenze uya kufaniswa nendoda eyingqondi, eyakha indlu yayo phezu kolwalwa.+
24 “Ngoko ke wonk’ ubani owevayo la mazwi am aze awenze uya kufaniswa nendoda eyingqondi, eyakha indlu yayo phezu kolwalwa.+