Mateyu 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwaye uYesu wanduluka wakhenketha zonke izixeko needolophana, efundisa kwizindlu zabo zesikhungu, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani yaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe.+ Luka 4:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Kodwa wathi kuzo: “Ndimele ndizivakalise iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo nakwezinye izixeko, ngenxa yokuba ndithunywe oko.”+
35 Kwaye uYesu wanduluka wakhenketha zonke izixeko needolophana, efundisa kwizindlu zabo zesikhungu, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani yaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe.+
43 Kodwa wathi kuzo: “Ndimele ndizivakalise iindaba ezilungileyo zobukumkani bukaThixo nakwezinye izixeko, ngenxa yokuba ndithunywe oko.”+