IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba nabani na onako, uya kunikwa okungakumbi yaye uya kwenziwa aphuphume;+ kodwa nabani na ongenako, kwanoko anako kuya kuthatyathwa kuye.+

  • Mateyu 25:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kuba wonk’ ubani onako, uya kunikwa okungakumbi yaye uya kuba nentabalala; kodwa ke yena lowo ungenako, kwanoko anako kuya kuthatyathwa kuye.+

  • Marko 4:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kuba lowo unako uya kunikwa okungakumbi; kodwa lowo ungenako, kwanoko anako kuya kuthatyathwa kuye.”+

  • Luka 19:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 ‘Ndithi kuni, Wonk’ ubani onako, uya kunikwa okungakumbi; kodwa lowo ungenako, kwanoko anako kuya kuthatyathwa.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share