Marko 9:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko bamzisa kuye. Kodwa wathi umoya wakumbona wamxhuzulisa umntwana lowo, yaye emva kokuwela emhlabeni waqika-qikeka, elephuza amagwebu.+ Luka 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wavuka umfi wahlala nkqo waza wathetha, wandula ke wamnikela kunina.+
20 Ngoko bamzisa kuye. Kodwa wathi umoya wakumbona wamxhuzulisa umntwana lowo, yaye emva kokuwela emhlabeni waqika-qikeka, elephuza amagwebu.+