2 Tesalonika 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Okokugqibela, bazalwana, qhubekani nisithandazela,+ ukuze ilizwi likaYehova+ liqhubeke lihamba ngokukhawuleza+ yaye lizukiswa kanye njengoko enyanisweni linjalo kuni;
3 Okokugqibela, bazalwana, qhubekani nisithandazela,+ ukuze ilizwi likaYehova+ liqhubeke lihamba ngokukhawuleza+ yaye lizukiswa kanye njengoko enyanisweni linjalo kuni;