Mateyu 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 okanye ingxowa yokutya yohambo, okanye izambatho zangaphantsi ezibini, okanye iimbadada okanye umsimelelo; kuba umsebénzi ufanelwe kukutya kwakhe.+ 1 Korinte 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba sihlwayele izinto zokomoya+ kuni, kuyinto enkulu na ukuba siza kuvuna izinto zenyama kuni?+ 1 Korinte 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngale ndlela, kwanayo, iNkosi yamisela+ ukuba abo babhengeza iindaba ezilungileyo baphile ngazo iindaba ezilungileyo.+ 1 Timoti 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba isibhalo sithi: “Ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo”;+ kanjalo: “Umsebénzi ufanelwe ngumvuzo wakhe.”+
10 okanye ingxowa yokutya yohambo, okanye izambatho zangaphantsi ezibini, okanye iimbadada okanye umsimelelo; kuba umsebénzi ufanelwe kukutya kwakhe.+
14 Ngale ndlela, kwanayo, iNkosi yamisela+ ukuba abo babhengeza iindaba ezilungileyo baphile ngazo iindaba ezilungileyo.+
18 Kuba isibhalo sithi: “Ungayifaki isicheme inkunzi yenkomo xa ibhula ukutya okuziinkozo”;+ kanjalo: “Umsebénzi ufanelwe ngumvuzo wakhe.”+