Mateyu 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Yeha wena, Korazin! Yeha wena, Bhethesayida!+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuni yayenzeke eTire naseSidon, ngezaziguquke kwakudala zihleli emarhonyeni naseluthuthwini.+
21 “Yeha wena, Korazin! Yeha wena, Bhethesayida!+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuni yayenzeke eTire naseSidon, ngezaziguquke kwakudala zihleli emarhonyeni naseluthuthwini.+