Mateyu 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku, khangela! kweza othile kuye wathi: “Mfundisi, kukuphi okulungileyo endimele ndikwenze ukuze ndifumane ubomi obungunaphakade?”+ Marko 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye njengoko wayephuma ehamba, umntu othile wabaleka waza wawa ngamadolo phambi kwakhe yaye wambuza umbuzo esithi: “Mfundisi Olungileyo, ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?”+ Luka 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Waza umlawuli othile wambuza, esithi: “Mfundisi Olungileyo, ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?”+
16 Ke kaloku, khangela! kweza othile kuye wathi: “Mfundisi, kukuphi okulungileyo endimele ndikwenze ukuze ndifumane ubomi obungunaphakade?”+
17 Yaye njengoko wayephuma ehamba, umntu othile wabaleka waza wawa ngamadolo phambi kwakhe yaye wambuza umbuzo esithi: “Mfundisi Olungileyo, ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?”+
18 Waza umlawuli othile wambuza, esithi: “Mfundisi Olungileyo, ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?”+