Luka 6:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Qhubekani nisiba nenceba, kanye njengoko uYihlo enenceba.+ Yohane 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba niyazazi ezi zinto, ninoyolo ukuba nithi nizenze.+ Efese 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+
32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+