Mateyu 23:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini! ngokuba nihlambulula umphandle wendebe+ nowesitya, kodwa ngaphakathi zizele kukuphanga+ nokungabi nabungcathu.
25 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini! ngokuba nihlambulula umphandle wendebe+ nowesitya, kodwa ngaphakathi zizele kukuphanga+ nokungabi nabungcathu.