INtshumayeli 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uTHIXO oyinyaniso uya kuzisa ekugwetyweni lonke uhlobo lomsebenzi ngokuphathelele yonke into efihlakeleyo, enoba ilungile okanye imbi.+ Mateyu 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko ke musani ukuboyika; kuba akukho nto igqutyuthelweyo ingayi kutyhileka, nemfihlelo engayi kwaziwa.+ Marko 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba akukho nto ifihlakeleyo ngaphandle kokuba kungenjongo yokuba ibhencwe; akukho nto ifihlwe ngenyameko ngaphandle kokuba kungenjongo yokuba iziswe ekuhleni.+ Luka 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba akukho nto ifihlakeleyo+ ingayi kubonakaliswa, kungekho nantoni na efihlwe ngenyameko ingasayi kuze yaziwe nengasayi kuze ize ekuhleni.+ 1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
14 Kuba uTHIXO oyinyaniso uya kuzisa ekugwetyweni lonke uhlobo lomsebenzi ngokuphathelele yonke into efihlakeleyo, enoba ilungile okanye imbi.+
26 Ngoko ke musani ukuboyika; kuba akukho nto igqutyuthelweyo ingayi kutyhileka, nemfihlelo engayi kwaziwa.+
22 Kuba akukho nto ifihlakeleyo ngaphandle kokuba kungenjongo yokuba ibhencwe; akukho nto ifihlwe ngenyameko ngaphandle kokuba kungenjongo yokuba iziswe ekuhleni.+
17 Kuba akukho nto ifihlakeleyo+ ingayi kubonakaliswa, kungekho nantoni na efihlwe ngenyameko ingasayi kuze yaziwe nengasayi kuze ize ekuhleni.+
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+