1 Yohane 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.
27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.