Luka 11:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke, khangelani! ukuba ninikela ngezinto ezingaphakathi njengezipho zenceba,+ zonke ezinye izinto ziya kuhlambuluka kuni. Luka 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kanjalo, ndithi kuni, Zenzeleni abahlobo+ ngobutyebi obungebobabulungisa,+ khon’ ukuze, xa obo busilela, banamkelele kwiindawo zokuhlala ezingunaphakade.+
41 Ngoko ke, khangelani! ukuba ninikela ngezinto ezingaphakathi njengezipho zenceba,+ zonke ezinye izinto ziya kuhlambuluka kuni.
9 “Kanjalo, ndithi kuni, Zenzeleni abahlobo+ ngobutyebi obungebobabulungisa,+ khon’ ukuze, xa obo busilela, banamkelele kwiindawo zokuhlala ezingunaphakade.+