Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ 2 Timoti 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.