IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 24:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 “Ngubani ngokwenene olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi+ ethe inkosi yalo yalimisela phezu kwempahla yendlu yayo, ukuze liyinike ukutya kwayo ngexesha elifanelekileyo?+

  • Mateyu 25:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Inkosi yalo yathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo nelithembekileyo!+ Ubuthembekile+ kwizinto ezimbalwa. Ndiza kukumisela phezu kwezinto ezininzi.+ Ngena kuvuyo+ lwenkosi yakho.’

  • Luka 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko wathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo! Ngenxa yokuba ubuthembekile kokuncinane kakhulu, yiba negunya phezu kwezixeko ezilishumi.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share