Mateyu 20:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UYesu waphendula wathi: “Anikwazi oko nikucelayo. Ninako na ukusela indebe+ endiza kuyisela?” Bathi kuye: “Sinako.” Marko 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa uYesu wathi kubo: “Anikwazi oko nikucelayo. Niyakwazi na ukusela indebe endiyiselayo, okanye ukubhaptizwa ngobhaptizo endibhaptizwa ngalo?”+ Yohane 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.
22 UYesu waphendula wathi: “Anikwazi oko nikucelayo. Ninako na ukusela indebe+ endiza kuyisela?” Bathi kuye: “Sinako.”
38 Kodwa uYesu wathi kubo: “Anikwazi oko nikucelayo. Niyakwazi na ukusela indebe endiyiselayo, okanye ukubhaptizwa ngobhaptizo endibhaptizwa ngalo?”+
27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.