Mateyu 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Abaninzi baya kuthi kum ngaloo mini, ‘Nkosi, Nkosi,+ asizange na siprofete egameni lakho, sakhupha iidemon egameni lakho, senza imisebenzi emininzi yamandla egameni lakho?’+ Tito 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bavakalisa esidlangalaleni ukuba bayamazi uThixo,+ kodwa bayamkhanyela ngemisebenzi yabo,+ ngoko ke bayacekiseka kuba abathobeli yaye abafanelekelanga+ naluphi na uhlobo lomsebenzi olungileyo.
22 Abaninzi baya kuthi kum ngaloo mini, ‘Nkosi, Nkosi,+ asizange na siprofete egameni lakho, sakhupha iidemon egameni lakho, senza imisebenzi emininzi yamandla egameni lakho?’+
16 Bavakalisa esidlangalaleni ukuba bayamazi uThixo,+ kodwa bayamkhanyela ngemisebenzi yabo,+ ngoko ke bayacekiseka kuba abathobeli yaye abafanelekelanga+ naluphi na uhlobo lomsebenzi olungileyo.