Hebhere 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+
10 Kuba kwakufanelekile ukuba lowo zibekho ngenxa yakhe zonke izinto+ nezibekho ngaye zonke izinto, ekuziseni oonyana abaninzi eluzukweni,+ enze uMmeli Oyintloko+ wosindiso lwabo agqibelele ngazo iimbandezelo.+