Mateyu 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nabani na oziphakamisayo uya kuthotywa,+ yaye nabani na ozithobayo uya kuphakanyiswa.+ Luka 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+