Mateyu 6:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Akukho bani unokukhonza iinkosi ezimbini; kuba usenokuyithiya enye aze ayithande enye,+ okanye anamathele kwenye aze ayidele enye. Aninakukhonza uThixo nobuTyebi.+ Luka 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Leyo ke iwela phakathi kwameva, ngabo baye beva, kodwa, ngokuthabatheka ngamaxhala nobutyebi neziyolo+ zobu bomi, baminxwa ngokupheleleyo baze bangagqibelelisi nto.+ 1 Timoti 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+ 2 Timoti 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kaloku uDemas+ undishiyile waya eTesalonika, ngenxa yokuthanda inkqubo yezinto yangoku;+ uKreskens uye eGalati,+ uTito uye eDalmatiya.
24 “Akukho bani unokukhonza iinkosi ezimbini; kuba usenokuyithiya enye aze ayithande enye,+ okanye anamathele kwenye aze ayidele enye. Aninakukhonza uThixo nobuTyebi.+
14 Leyo ke iwela phakathi kwameva, ngabo baye beva, kodwa, ngokuthabatheka ngamaxhala nobutyebi neziyolo+ zobu bomi, baminxwa ngokupheleleyo baze bangagqibelelisi nto.+
9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+
10 Kaloku uDemas+ undishiyile waya eTesalonika, ngenxa yokuthanda inkqubo yezinto yangoku;+ uKreskens uye eGalati,+ uTito uye eDalmatiya.