2 Kronike 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+ INdumiso 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekugqibeleni isono sam ndisivumile kuwe, nesiphoso sam andisigubungelanga.+Ndithe: “Ndiya kukuvuma ukunxaxha kwam kuYehova.”+Waza wena wasixolela isiphoso sezono zam.+ Seʹlah. IMizekeliso 28:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+ Luka 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke yena umqokeleli werhafu wayemi mgama engathandi kwanokuphakamisela amehlo akhe ngasezulwini, ezibetha isifuba,+ esithi, ‘Owu Thixo, yiba nobabalo kum mna moni.’+ 1 Yohane 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+
14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+
5 Ekugqibeleni isono sam ndisivumile kuwe, nesiphoso sam andisigubungelanga.+Ndithe: “Ndiya kukuvuma ukunxaxha kwam kuYehova.”+Waza wena wasixolela isiphoso sezono zam.+ Seʹlah.
13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+
13 Ke yena umqokeleli werhafu wayemi mgama engathandi kwanokuphakamisela amehlo akhe ngasezulwini, ezibetha isifuba,+ esithi, ‘Owu Thixo, yiba nobabalo kum mna moni.’+
9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+