Genesis 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uAbram wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, uya kundinika ntoni na, njengokuba ndingenabantwana nje yaye nendlu yam iya kuba lilifa lendoda yaseDamasko, uEliyezere?”+ Genesis 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke wathi uAbraham kumkhonzi wakhe, oyena mkhulu endlwini yakhe, owayelawula konke awayenako:+ “Nceda, ubeke isandla sakho phantsi kwethanga lam,+
2 Waza uAbram wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, uya kundinika ntoni na, njengokuba ndingenabantwana nje yaye nendlu yam iya kuba lilifa lendoda yaseDamasko, uEliyezere?”+
2 Ngoko ke wathi uAbraham kumkhonzi wakhe, oyena mkhulu endlwini yakhe, owayelawula konke awayenako:+ “Nceda, ubeke isandla sakho phantsi kwethanga lam,+