Efese 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU ISityhilelo 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ndikucebisa ukuba uthenge kum igolide+ esulungekiswe ngomlilo ukuze ube sisityebi, nezambatho zangaphezulu ezimhlophe ukuze wambathe, lingabonakali ihlazo lobuze bakho,+ nentambiso yamehlo uthambise amehlo akho+ ukuze ubone.
8 Mna mntu ungaphantsi+ nakoyena mncinane kubo bonke abo bangcwele, ndanikwa obu bubele bungasifanelanga,+ ukuze ndivakalise kuzo iintlanga+ iindaba ezilungileyo ezingobutyebi+ obungenakuqondwa bukaKRISTU
18 ndikucebisa ukuba uthenge kum igolide+ esulungekiswe ngomlilo ukuze ube sisityebi, nezambatho zangaphezulu ezimhlophe ukuze wambathe, lingabonakali ihlazo lobuze bakho,+ nentambiso yamehlo uthambise amehlo akho+ ukuze ubone.