Mateyu 26:74 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 74 Ngoko waqala ukuqalekisa nokufunga esithi: “Andimazi lo mntu!” Yaye ngoko nangoko umqhagi wakhonya.+ Marko 14:72 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 72 Kwaye ngoko nangoko umqhagi wakhonya isihlandlo sesibini;+ yaye uPetros walikhumbula ilizwi awayelithethile uYesu kuye esithi: “Ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye kabini, uya kundikhanyela kathathu.”+ Yaye woyisakala wasuka walila.+ Luka 22:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 Kodwa uPetros wathi: “Ndoda, andikwazi oko ukutshoyo.” Kwaye ngephanyazo, ngoxa wayesathetha, umqhagi wakhonya.+ Yohane 13:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYesu waphendula wathi: “Uya kuwunikezela na umphefumlo wakho ngenxa yam? Inene, inene, ndithi kuwe, Umqhagi awuyi kukhonya de ube undikhanyele kathathu.”+
74 Ngoko waqala ukuqalekisa nokufunga esithi: “Andimazi lo mntu!” Yaye ngoko nangoko umqhagi wakhonya.+
72 Kwaye ngoko nangoko umqhagi wakhonya isihlandlo sesibini;+ yaye uPetros walikhumbula ilizwi awayelithethile uYesu kuye esithi: “Ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye kabini, uya kundikhanyela kathathu.”+ Yaye woyisakala wasuka walila.+
60 Kodwa uPetros wathi: “Ndoda, andikwazi oko ukutshoyo.” Kwaye ngephanyazo, ngoxa wayesathetha, umqhagi wakhonya.+
38 UYesu waphendula wathi: “Uya kuwunikezela na umphefumlo wakho ngenxa yam? Inene, inene, ndithi kuwe, Umqhagi awuyi kukhonya de ube undikhanyele kathathu.”+