Mateyu 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathumela amakhoboka akhe ukuba abize abo bamenyiweyo kwitheko lomtshato,+ kodwa abavumanga ukuza.+ Galati 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye oko kusenyameni yam okwakusisilingo kuni, anizange nikudelele okanye nikucekise; kodwa nandamkela njengengelosi+ kaThixo, njengoKristu Yesu.+
3 Wathumela amakhoboka akhe ukuba abize abo bamenyiweyo kwitheko lomtshato,+ kodwa abavumanga ukuza.+
14 Yaye oko kusenyameni yam okwakusisilingo kuni, anizange nikudelele okanye nikucekise; kodwa nandamkela njengengelosi+ kaThixo, njengoKristu Yesu.+