Yohane 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kungoku ukugwetywa kwalo eli hlabathi; umlawuli weli hlabathi+ uza kuphoselwa phandle.+ Yohane 14:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Andisayi kuba sathetha okuninzi nani, kuba umlawuli+ wehlabathi uyeza. Kwaye akanandlela yakubambelela kum,+
30 Andisayi kuba sathetha okuninzi nani, kuba umlawuli+ wehlabathi uyeza. Kwaye akanandlela yakubambelela kum,+