IZenzo 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bakungena, banyukela kwigumbi eliphezulu,+ apho babehlala khona, uPetros kwakunye noYohane noYakobi noAndreya, uFilipu noTomas, uBhartolomeyu noMateyu, uYakobi unyana ka-Alfeyu noSimon lowo unenzondelelo, noYudas unyana kaYakobi.+
13 Bakungena, banyukela kwigumbi eliphezulu,+ apho babehlala khona, uPetros kwakunye noYohane noYakobi noAndreya, uFilipu noTomas, uBhartolomeyu noMateyu, uYakobi unyana ka-Alfeyu noSimon lowo unenzondelelo, noYudas unyana kaYakobi.+