IZenzo 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Sabafuna sabafumana abafundi saza sahlala apho iintsuku zasixhenxe. Kodwa ngomoya+ bamxelela ngokuphindaphindiweyo uPawulos ukuba angalubeki unyawo eYerusalem. IZenzo 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+
4 Sabafuna sabafumana abafundi saza sahlala apho iintsuku zasixhenxe. Kodwa ngomoya+ bamxelela ngokuphindaphindiweyo uPawulos ukuba angalubeki unyawo eYerusalem.
17 Ngoko emva kweminyaka eliqela noko ndafika ndizise izipho zenceba kuhlanga lwakowethu, neminikelo.+