IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 15:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo.

  • 1 Tesalonika 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Besingafuni kuzukiswa ngabantu,+ nokuba nini okanye abanye, nakuba ke kambe besinako ukuba luxanduva+ oluziindleko njengoko singabapostile bakaKristu.

  • 1 Petros 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 ningabi ziinkosi+ phezu kwabo balilifa likaThixo,+ kodwa yibani yimizekelo emhlambini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share