IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 kuba oku kuthetha+ ‘igazi+ lam lomnqophiso,’+ eliza kuphalala ngenxa yabaninzi+ ukuze kuxolelwe izono.+

  • Yohane 6:54
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 54 Lowo utya inyama yam aze asele igazi lam unobomi obungunaphakade, yaye ndiya kumvusa+ ngomhla wokugqibela;

  • 1 Yohane 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share