1 Samuweli 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+ Mateyu 26:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kwakhona, okwesihlandlo sesibini,+ waya kuthandaza, esithi: “Bawo, ukuba akunakudlula oku ngaphandle kokuba ndikusele, makwenzeke ukuthanda kwakho.”+
18 Ngoko uSamuweli wamxelela onke amazwi, akamfihlelanga nantoni na. Wathi ke yena: “NguYehova. Makenze okulungileyo emehlweni akhe.”+
42 Kwakhona, okwesihlandlo sesibini,+ waya kuthandaza, esithi: “Bawo, ukuba akunakudlula oku ngaphandle kokuba ndikusele, makwenzeke ukuthanda kwakho.”+