IZenzo 26:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 awayeqhelene nam ngaphambili kwasekuqaleni ayazi, ukuba phofu ayakunqwenela ukunikela ubungqina, ukuba ndandikwelona hlelo+ lingqongqo lonqulo lwabaFarisi.+ Roma 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+
5 awayeqhelene nam ngaphambili kwasekuqaleni ayazi, ukuba phofu ayakunqwenela ukunikela ubungqina, ukuba ndandikwelona hlelo+ lingqongqo lonqulo lwabaFarisi.+
11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+