1 Korinte 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka Galati 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba andizamkelanga mntwini, kwaye andizifundiswanga, kunoko ndazityhilelwa nguYesu Kristu.+
23 Kuba ndakwamkela eNkosini oko ndakunikezela kuni, okokuba iNkosi uYesu ngobusuku+ eyayiza kunikelwa ngabo yathabatha isonka