Mateyu 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Zilindeni ngokunxamnye nabantu;+ kuba baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye baya kunityakatya+ kwizindlu zabo zesikhungu.+ Luka 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kodwa ngaphambi kwazo zonke ezi zinto abantu baya kunibeka izandla baze banitshutshise,+ beninikela kwizindlu zesikhungu nasezintolongweni, nirholelwa phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.+
17 Zilindeni ngokunxamnye nabantu;+ kuba baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye baya kunityakatya+ kwizindlu zabo zesikhungu.+
12 “Kodwa ngaphambi kwazo zonke ezi zinto abantu baya kunibeka izandla baze banitshutshise,+ beninikela kwizindlu zesikhungu nasezintolongweni, nirholelwa phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.+