Mateyu 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini!+ ngokuba ninentsobi yamangcwaba aqatywe mhlophe,+ ngaphandle eneneni abonakala emahle kodwa ngaphakathi azele ngamathambo abantu abafileyo nalo lonke uhlobo lokungahlambuluki.
27 “Yeha nina, babhali nabaFarisi, bahanahanisindini!+ ngokuba ninentsobi yamangcwaba aqatywe mhlophe,+ ngaphandle eneneni abonakala emahle kodwa ngaphakathi azele ngamathambo abantu abafileyo nalo lonke uhlobo lokungahlambuluki.