IZenzo 21:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 yaye kwaoko wathabatha amajoni namagosa omkhosi waza wehla ebaleka ukuya kubo.+ Bakubona umphathi-mkhosi+ namajoni, bayeka ukumbetha uPawulos.
32 yaye kwaoko wathabatha amajoni namagosa omkhosi waza wehla ebaleka ukuya kubo.+ Bakubona umphathi-mkhosi+ namajoni, bayeka ukumbetha uPawulos.