IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 28:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Babekelana usuku kunye naye, yaye beza kuye bebaninzi kakhulu kwindawo awayehlala kuyo. Kwaye wabacacisela lo mbandela ngokunikela ubungqina obucokisekileyo ngokuphathelele ubukumkani bukaThixo+ nangokusebenzisa ukweyisela kubo ngokuphathelele uYesu esusela kokubini emthethweni kaMoses+ nakubaProfeti,+ ukususela kusasa kwada kwahlwa.

  • IZenzo 28:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngoko wahlala kangangeminyaka emibini iphela kwindlu yakhe ayiqeshileyo,+ yaye wayebamkela ngobubele bonke ababesiza kuye,

  • Roma 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 ngoko ndinentumekelelo yokuzivakalisa iindaba ezilungileyo+ nakuni apho eRoma.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share