Mateyu 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+ IZenzo 28:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa ke singathanda ukuziva izimvo zakho, kuba eneneni, siyazi ukuba eli hlelo+ lichasiwe+ kuyo yonk’ indawo.”
23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+
22 Kodwa ke singathanda ukuziva izimvo zakho, kuba eneneni, siyazi ukuba eli hlelo+ lichasiwe+ kuyo yonk’ indawo.”