IZenzo 25:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko, ekubeni ndididekile mayela nale mpikiswano engale mibandela, ndambuza ukuba ebengathanda kusini na ukuya eYerusalem aze agwetywe apho ngokuphathelele le mibandela.+
20 Ngoko, ekubeni ndididekile mayela nale mpikiswano engale mibandela, ndambuza ukuba ebengathanda kusini na ukuya eYerusalem aze agwetywe apho ngokuphathelele le mibandela.+